Ifani - Ifani -Mlandeli Wam

Wena
Wawundithanda wena wawundithanda kakhulu wena
Wawundi TRUSTa wena wawungandi thandabuzi

Wena
Wawundithanda nyhani nda
Kuphul intliziyo
Ndak'khuph' isimilo
Was'khuph' isililo nda
Phinda ndak'phul' intliziyo
Wathi enough

Waz'thatha zonke ezakho wajonga le
Waz'thatha nezi bendisithi zezam najonga le
Ngoku andinanto
Andinamntu

Ndiyahlupheka, ndiyahluleka
But indoda iyaqina
Iyanyamezela
Ngok' ihlupheka, ihluleka
Wawundithanda
Undibiz' amagama
Wawundithanda undibiz' amagama ungumlandeli wami
Mlandeli wam
Mlandeli wam
Mlandeli wami
Wawungumlandeli wami
Mlandeli wam

Wawunguye
Ndiya understand ixesha ligqithile
Nomakhulu babantu bafile
Wawuzithand' iiJokes zam
Usithi zik'hlekisa kamnandi
Und'biza uDali
Andikalibali
Ngoku ingathi libali
Ingathi libali

Ndiyahlupheka, ndiyahluleka
But indoda iyaqina
Iyanyamezela
Ngok' ihlupheka, ihluleka
Wawundithanda
Undibiz' amagama
Wawundithanda undibiz' amagama ungumlandeli wami
Mlandeli wam
Mlandeli wam
Mlandeli wami
Wawungumlandeli wami
Mlandeli wam

Wawundibiz' amagama
Mlandeli wam
Mlandeli wam

Ndifun' ukuxelel' ukuba na ndizokhula ndikhule ke
Ndikhule ndikhule ke
Ndiyafunga ndizodlula, ndiyafunga ndizodlula
Ndizokhula ndikhululeke

Ndizokhula ndikhule ke
Khule ndikhule ke
Ndiyafunga ndizodlula, ndiyafunga ndizodlula
Ndizokhula ndikhululeke

Ndizokhula ndikhule ke
Ndikhule ndikhule ke
Ndiyafunga ndizodlula, ndiyafunga ndizodlula
Ndizokhula ndikhululeke

Mlandeli wam

Written by:
iFani Boltina

Publisher:
Lyrics © O/B/O DistroKid

Lyrics powered by Lyric Find

Ifani

Ifani

View Profile
Mlandeli Wam - Single Mlandeli Wam - Single