Pro CHxLD - Ndizonyamezela (feat. Original Judah)

Ya ndbava bethetha (pe pe pe)
Nezinja zikhonkoth' ehambayo bafun' undokhela (sekusele)
Kancane undbona ndingaka nje kubekezela
Yaz' iinxwaleko zalapha ndyazazi
Thetha ngoshiywa ngumzali ndyakwazi
Taima wayesathi qina ngob' uyazi akukho okodlul' ukunyamezela
(Hay ayikhw' eny' indlela)
(Hay ayikhw' eny' indlela)
Ndzonyamezela
(Hay ayikhw' eny' indlela)
(Hay ayikhw' eny' indlela)
Ndzonyamezela
(Hay ayikhw' eny' indlela)
(Hay ayikhw' eny' indlela)
Ndzonyamezela
(Hay ayikhw' eny' indlela)
(Hay ayikhw' eny' indlela)
Now I pull up like hosh ndfun' icase
Ndfuna bam' oMajozi sho ndiderk yintsokolo
Lentw' ibifun' utokolwa
Soz' usokol' ukopol' ungancam' ukokote
Izofumis' iimpokotho
Mna ndkhule ngesmokolo ndthandaz' okokoko
Ungenondbona pha kwiikon' uphike beth' ukhon' ungqish' ufunge hay khona!
My first gig paid 50cents
Now I'm out here bandbiz' u50cent ndfuna many many
Bhoza zasekasi zindenz' ileri
Ziphakame ngam, esi sispani sam
Ayikh' eny' indlela ndizfunel' elam
Saka kuzokwaz' ukhany' ikhaya lam
Nemfudumalo izofika nam
Ya ndbava bethetha (pe pe pe)
Nezinja zkhonkoth' ehambayo bafun' undokhela (sekusele)
Kancane undbona ndingaka nje kubekezela
Yaz' iinxwaleko zalapha ndyazazi
Thetha ngoshiywa ngumzali ndyakwazi
Taima wayesathi qina ngob' uyazi akukho okodlul' ukunyamezela
(Hay ayikhw' eny' indlela)
(Hay ayikhw' eny' indlela)
Ndzonyamezela
(Hay ayikhw' eny' indlela)
(Hay ayikhw' eny' indlela)
Ndzonyamezela
(Hay ayikhw' eny' indlela)
(Hay ayikhw' eny' indlela)
Ndzonyamezela
(Hay ayikhw' eny' indlela)
(Hay ayikhw' eny' indlela)
Ndizonyamezela
Hard time me not gonna stop
Good things take time nam nzopopa
Me told my mama and papa haffi stay strong
'Cause every place where we come em know
Some of them em following
Coz they know real man em gonna win
All the pain and stress em gonna leave
When me driving real telsa they gonna see
Dem trying to kill we bigger picture
Haffi stay strong never give up
I let them talk , them never see we come
Like bread inah do oven man rise
Dem tryna bite off me chesse em Micky mouse coz they know real man em lyrical
Dem tryna bite off me Chesse em Micky mouse coz they know I'm a real man
Ya ndbava bethetha (pe pe pe)
Nezinja zkhonkoth' ehambayo bafun' undokhela (sekusele)
Kancane undbona ndingaka nje kubekezela
Yaz' iinxwaleko zalapha ndyazazi
Thetha ngoshiywa ngumzali ndyakwazi
Taima wayesathi qina ngob' uyazi akukho okodlul' ukunyamezela
(Hay ayikhw' eny' indlela)
(Hay ayikhw' eny' indlela)
Ndzonyamezela
(Hay ayikhw' eny' indlela)
(Hay ayikhw' eny' indlela)
Ndzonyamezela
(Hay ayikhw' eny' indlela)
(Hay ayikhw' eny' indlela)
Ndzonyamezela
(Hay ayikhw' eny' indlela)
(Hay ayikhw' eny' indlela)

Written by:
Andile Vaphi

Publisher:
Lyrics © O/B/O DistroKid

Lyrics powered by Lyric Find

Pro CHxLD

View Profile