ZiPheko - Thula Mama

Nda Khula emhlabeni, nda khuliswa Nguye umakhulu endimbiza umama.
Endi hoya enkathazweni, endenzela konke ukuyenziwa nguye umama.
Ngenye imini, umakhulu endi xelela uba ndino mama.
Nda mbuza, ndathi ""hintoni u ndi nika umama ungu mama wami?"".
Wandi jonga nga mehlo alusizi, ndathi ""mna ndi wakwabani xa undi biza ngo Zinzi?"".
A khange achonto kum, nda bona nge nyembezi zehla ziyo wela eJordaneee...
eJordaneeee.

Thula nana, thula mama.
Umama uzobuya kweli lizwe.
Thula nana thula mama, uma ukhula uzozwisisa.
Thula nana, thula mama.
Umama uzobuya kweli lizwe.
Thula nana thula mama, uma ukhula uzozwisisa.

Mama hintoni na? Ndikhala ndi duka ndi funana no thando kanti wena ukhona na.
Mama uthula njani na? Undibona ndi nyuka ndi funana ne mpilo thetha ndi funa inyani.
Wathi yena ube endi vikela kulo mhlaba, kodwa inyani yade ya mhlaba.
A khange achonto kum, nda bona nge nyembezi ziyehla ziyo wela eJordaneee...
eJordaneeee.

Thula nana, thula mama.
Umama uzobuya kweli lizwe.
Thula nana thula mama, uma ukhula uzozwisisa.
Thula nana, thula mama.
Umama uzobuya kweli lizwe.
Thula nana thula mama, uma ukhula uzozwisisa.

Thula nana, thula mama.
Umama uzobuya kweli lizwe.
Thula nana thula mama, uma ukhula uzozwisisa.
Thula nana, thula mama.
Umama uzobuya kweli lizwe.
Thula nana thula mama, uma ukhula uzozwisisa.

Written by:
RIVONINGO MTHOMBENI

Publisher:
Lyrics © Songtrust Ave

Lyrics powered by Lyric Find

ZiPheko

ZiPheko

View Profile