Thanda - Outro

Ndiba bonile bonke abantu
Ayiyo baphela abantu ×2
Zizi lo wandi bamba
Skhoma lo wasenza abantu x3
Hay wandibamba heh yeh
Wasenza abantu hehmmm
Zizi lo wandibamba eh
Skhoma lo wasenza abantu hehmm
Hlonipha abazali bakho
Hlonipha abazali bakho
Hlonipha umama no tata
Ey hlonipha umama no tata
Mama, kudala silambile
Cela undiphe intloko
yokuthi, yeyam yonke into emhlabeni
Mama Mama Mama Mama
Bhungane o'Rhadebe Mtimmkhulu
hehmm Amahlubi hehmmm

Written by:
THANDA MKONA

Publisher:
Lyrics © Downtown Music Publishing

Lyrics powered by Lyric Find

Thanda

View Profile