Berita - Makoti

khanijonge uNomakhwezi
unxibe ilokhwe emhlophe
eee xa ephenduka
kuculwa amawololo
amawololo
kunini isisi ehlezi
ziyaphenduka
kukhala amawololo
amawololo

songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti

khanijonge uNomakhwezi
unxibe ilokhwe emhlophe
eee xa ephenduka
kuculwa amawololo
amawololo
kunini isisi ehlezi
ziyaphenduka
kukhala amawololo
amawololo

songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti

umakoti ungowethu uzosiwashela asphekele
umakoti ungowethu uzosiwashela asphekele
umakoti ungowethu uzosiwashela asphekele
umakoti ungowethu uzosiwashela asphekele

songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti

Written by:
Mondli Ngcobo

Publisher:
Lyrics © Warner Chappell Music, Inc.

Lyrics powered by Lyric Find

Berita

Berita

View Profile