ZiPheko - Vukani

Yeeeey Mele waaaa heee!

Bantu besizwe
Bantu besilo
Ooh Vukani Wee
Nivuleni amehlo

Ixesha liyemka
Masivukeni sibambisaneni
Bantu bakwantu
Ngoba thina

Singabesilo
Ngoba thina
Singamthonyama
Ngoba thina

Singabesilo
Ngoba thina
Singamthonyama

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani

Lena yingoma
Yabantu bakwantu
Abakhawulwa
Ngegazi lobawomkhulu

Ingoma ehlanganisa izizwe
Le Ingoma ithetha
nawe wena mzontsundu
Izovusa abalele

Emathongweni
Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana besilo

Vukani
Sibambane ngezandla
Sobisaneni uthando

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Bantwana basilo
Vukani

Bantwana bomgquba
Vukani
Ixesha liyemka
Vukani

Written by:
Rivoningo Mthombeni, Steven Chauke, Xolisile Bongwana

Publisher:
Lyrics © Downtown Music Publishing

Lyrics powered by Lyric Find

ZiPheko

ZiPheko

View Profile