Mzukhona - Intwana Kamahoota

Yabona le
Yintwana kaMahoota
Yintwana kaMahoota yona le
Yintwana kaMahoota
Yintwana kaMahoota yona le
Yintwana kaMahoota
Yintwana kaMahoota yona le
Yintwana kaMahoota
USbu mkhuluwa
USbu mkhuluwa wami
The world is my oyster now I eat from it
Izolo ibiliphupha now we're living it
Bend'celi iglassi phezulu let's toast to it
The wins, the L's in peace they rest
Some say I'm blessed some held the map to my curse
Kodwa yen' uSbu watches over me
Nd'zokubona mhla uzayo
Und'beke emthandazweni
Nd'khusele ezindleleni
Ngilosi emazulwini
Ndave ndacinga (Lesley) uManyathela
Umhlaba uginy' inkwenkwezi
Imilambho izeli inyembezi
Amaphutha namaphupha
Isizwe sikaphalo ngoku s'mpompozi igolide
Iz'khalo zabazali ngoku ng'ntyilo ntyilo
Ikhaya likatata nalo ngoku lichumile
Imali ubukhoboka Isgwebo ndis'gqibile
Yabona le
Yingoma kaMahoota
Yingoma kaMahoota yona le le le le
Yintwana kaMahoota
Yintwana kaMahoota yona le
Yintwana kaMahoota
Yintwana kaMahoota yona le
Yintwana kaMahoota
Yintwana kaMahoota yona le
Yintwana kaMahoota
USbu mkhuluwa
USbu mkhuluwa wami

Written by:
Mzukona Wedu

Publisher:
Lyrics © O/B/O DistroKid

Lyrics powered by Lyric Find

Mzukhona

View Profile