Glacier Boy - Price To Pay (G-MIX)

Yeah, yeah

Ndiyavuka ek'seni, nd'yaphanda
Ndiphandela ootata, oomama, abantwana (Abantwana)
Ndiphandela oosisi, oobhuti, ndiphandela mna, ndingabina drama (Akho drama)
I wake up, I talk to God, I don't wanna die today (Today)
I wanna get rich, see my mama happy bro there's no other way (Lessgetit)
Why he gotta die today? (It is what it is)
They told me there's no other way 'cause everybody got a price to pay (Yeah)
Why he gotta die today? (Why he gotta die today?)
They told me there's no other way cause everybody got a price to pay (Yeah, lessgetit)

Okay hima, kudala ndifuna ukumqonda lomcimbi
Kudala ndibone abantwana belila
Abantu basekhaya kudala besilwa
"Indoda ayikhali", uswelekelwe ngumama wasekhaya, nifuna athini? (Nifuna athini?)
Xolo, asifani
Mna xa ndivuka, ndivuka neplan (Yebo)
Ndivuka ndithetha, ndiyenze, ndispane
Ndivuka ndisitsho ukuba ayikho enye indlela (Ayikho)
Ndileqa imali nemali kuphela
Intliziyo iyakhala, ndiyibiza iThukela yeah
Ndiphathele ishot, iglass nesaucer
Sukundibuza ngoba ndiyibozza
Mna ndiliMpondo, andingomXhosa njee

Thixo omkhulu, cela und'xolele
Ndayeka kudala ukuleqa iz'febe
I said what I said, futhi ndizoyimela
Susondela ntwana, uzohlatywa ngemela
Thixo omkhulu, cela und'xolele
Ndayeka kudala ukuleqa iz'febe
I said what I said, futhi nd'zoyimela
Susondela ntwana, uzohlatywa ngemela (Let's go)

Ndiyavuka ek'seni, nd'yaphanda
Ndiphandela ootata, oomama, abantwana (Abantwana)
Ndiphandela oosisi, oobhuti, ndiphandela mna, ndingabina drama (Akho smoko)
I wake up, I talk to God, I don't wanna die today (Today)
I wanna get rich, see my mama happy bro there's no other way (Lessgetit)
Why he gotta die today? (It is what it is)
They told me there's no other way 'cause everybody got a price to pay (Lessgetit)
Why he gotta die today? (It is what it is, it is what it is)
They told me there's no other way cause everybody got a price to pay (Sekunje ngoku)

Thixo omkhulu, cela und'xolele
Ndayeka kudala ukuleqa iz'febe
I said what I said, futhi nd'zoyimela
Susondela ntwana, uzohlatywa ngemela
Thixo omkhulu, cela und'xolele
Ndayeka kudala ukuleqa iz'febe
I said what I said, futhi nd'zoyimela
Susondela ntwana, uzohlatywa ngemela (Khophinde)
Thixo omkhulu, cela und'xolele
Ndayeka kudala ukuleqa iz'febe
I said what I said, futhi nd'zoyimela
Susondela ntwana, uzohlatywa ngemela (Okok'gqibela)
Thixo omkhulu, cela und'xolele
Ndayeka kudala ukuleqa iz'febe
I said what I said, futhi nd'zoyimela
Susondela ntwana, uzohlatywa ngemela

Ndiyavuka ek'seni, nd'yaphanda
Ndiphandela ootata, oomama, abantwana (Abantwana)
Ndiphandela oosisi, oobhuti, ndiphandela mna, ndingabina drama (Akho smoko)
I wake up, I talk to God, I don't wanna die today (Today)
I wanna get rich, see my mama happy bro there's no other way (Lessgetit)
Why he gotta die today? (It is what it is)
They told me there's no other way 'cause everybody got a price to pay (Yeah)
Why he gotta die today? (It is what it is, it is what it is)
They told me there's no other way cause everybody got a price to pay (Sekunje ngoku)

No other way, everybody got a price to pay
Said there's no other way 'cause everybody got a price to pay

Written by:
Tando Fumba

Publisher:
Lyrics © O/B/O DistroKid

Lyrics powered by Lyric Find

Glacier Boy

View Profile