Chinzo Headz - Phila (feat. Nelisa)

Udandathekile ulahle nethemba ubom ubuncamile
Woyisiwe bakugqibile kdwa phila phila
Phila ohhh phila
Udandathekile ulahle nethemba ubom ubuncamile
Woyisiwe bakugqibile kdwa phila phila

Phila ohhh phila phila phila
Phila andazi ugula yintoni na uya pena pena
Phila andazi utyiwa yintoni na

Akunani buvelaphi na kodwa uyapena pena
Akunani ba utyiwa yintoni na kodwa uyapena pena

Woyisiwe bakugqibile
Kdwa phila

Phila andazi ugula yintoni na ohh yintoni na uyapena pena
Phila andazi utyiwa yintoni na ohh yintoni na ohhh

Written by:
Nelisa Mdleleni

Publisher:
Lyrics © O/B/O DistroKid

Lyrics powered by Lyric Find

Chinzo Headz

View Profile