Mzukhona - Pressure II (feat. Jaxe)

Elakhw' ixesha
Lizofik' elakw' ixesha
Elakhw' ixesha
Lizofik' elakw' ixesha
It's only a matter of time, matter of time
Before, u-phile kamnandi, uphile kamnandi
For now, cenga lo life, cenga lo life mfana
Phanda ngamandla, phanda ngamandla s'bali
Till izizwe zonke banzi zazi igama lakho
Hustle hard til' you don't have to do no intro
Stay in your lane keep running your race mfana
This life is a maze umjonge ebusweni usathana
Ungayinaki yon' iPressure
Nalo, lizofik' elakw' ixesha
Ewe bona, bazok' xhesha
Bazok' pressa, bazok'stressa
Kodwa yona, eyakho uy'mele
Yona eyakho, uyi Stand-up(ele)
And if you have to, eyakho into uyifele
Uyimele, uy' Stand-up(ele)
Bathi do this like that
Do that like this
And'funi so what
I'm unique that's why
You're cloning their style
I'm mastering mine
Breathe life in these bars
Bay'cule nabantwana
From kwaPayne buza abaseUTA so you get the picture
Why... I want it this bad
Ikas' lenkohlakalo
Crime, gangs negazi
Nd'khule ngePilchard
Brown bread namanzi no sugar no milk
It's only a matter of time, matter of time
Before, u-phile kamnandi, uphile kamnandi
For now, cenga lo life, cenga lo life mfana
Phanda ngamandla, phanda ngamandla s'bali
Bas'thanda masenza nje
Zonda masenza so
Hay' kabi umuntu ungamthembhi
Awazi mhlawumbi uyak'zonda
Namhlanj' uk'beke ecaleni
K'sasa ufun' ukuk'bhoda
Umngani is only a friend
Ungamthandi ngentliziyo yonke
They ask me how I'm doing
I just don't know what to tell 'em
I say kuhambh' inyawo k'phela
Umzimba won' u(Buy)' iskelem
The music is my dwelm
Let it soothe me from this hell and
Let it turn me to a ruler 'fore
I reach the gates of heaven
Sizophumelela
Keep the fire goin'
Call me Superman
You cannot ignore him
Bathi you're the man
This the time to show it
Deep inside you know it
Speak it like a poet
It's only a matter of time, matter of time
Before, u-phile kamnandi, uphile kamnandi
For now, cenga lo life, cenga lo life mfana
Phanda ngamandla, phanda ngamandla s'bali
Til' izizwe zonke banzi zazi igama lakho
Hustle hard til' you don't have to do no intro
Stay in your lane keep running your race mfana
This life is a maze umjonge ebusweni usathana
Ewe, Ungayinaki yon' iPressure
Nalo, lizofik' elakw' ixesha
Ewe bona, bazok' xhesha
Bazok' pressa, bazok'stressa
Wafik' unyaka oko ndililindile elilanga
Ilitye ndili Pressure la-jika layi day'mane
Omens ndiz'bonile ndiz'funde ngelentaka
Zithi krwa-krwaa zikhala, krwa-krwa zikhala
Nam ndaz'bona nd'hleli pha encochoyini yentaba
Amanzi umlambho unlwandle ndal'wela
I was deep inside nd'dada neeZambezi
Nd'tyiwa yintelezi
Nd'spana day and night ukuze wen' ungahlupheki
Zand'khapha inkanyezi
Ndaxhathiswa, ub'suku xa bumnyama ya
Qhakraza inkwenkwezi
Wama umzi kaMkhulu
Wamhle umzi kaKhulu
Usapho laBabalwa ngez'busiso zenkulu
It's only a matter of time, matter of time
Before, u-phile kamnandi, uphile kamnandi
For now, cenga lo life, cenga lo life mfana
Phanda ngamandla, phanda ngamandla s'bali
Til' izizwe zonke banzi zazi igama lakho
Hustle hard til' you don't have to do no intro
Stay in your lane keep running your race mfana
This life is a maze umjonge ebusweni usathana
Ungayinaki yon' iPressure
Nalo, lizofik' elakw' ixesha
Ewe bona, bazok' xhesha
Bazok' pressa, bazok'stressa

Written by:
Mzukona Wedu

Publisher:
Lyrics © O/B/O DistroKid

Lyrics powered by Lyric Find

Mzukhona

View Profile