Mzukhona - Umthandazo (feat. Geez)
Nd'qale nd'ngena lutho they still Hated on me
Yeah
After all the pain I've been through They still plottin' on me
Izitha zam
Wathi umama ubothandaza
Apho uyakhona
Wath' umama uzuthandaze Mntanam
Apho uyakhona
I wake up in the morning and I say a Prayer
Lord bless my ways today I need that Paper
Got a lot of mouths to feed I need to Cater
Bread breaker I be serving good Jamaica
I've done seen it all
Fake friends, drugs and alcohol
I pray you ball
Even though I know you pray I fall
I knows it all
Across the line I'll have to make that Call
No other option boys my back's Against the wall
Wathi umama uzuthandaze Mntanam
Uk'themb' umuntu ungaze mntanam
Bafun' utshabe mntanam
Umhlab' yahlaba uzuqave mntanam
Nd'qale nd'ngena lutho they still Hated on me
Yeah
After all the pain I've been through They still plottin' on me
Izitha zam
Wathi umama ubothandaza
Apho uyakhona
Wath' umama uzuthandaze Mntanam
Apho uyakhona
Umthandazo uyand'philisa
Umthandazo uyand'philisa
Ndi guqe ngedolo nd'cela Amangomso
Nd'bonga amazolo nd'(dogde) ukufa
Bebend'funa six feet deep in my sleep
Peki nefotsholo echoing in my Dreams
Kodwa nd'ncedwa by the fact that
My will is stronger so I live
Another day I see
From the tip of my eyelids
Izitha wanna place a tear
Kodwa nd'yabathandazela
Mdali ubagcine so the get to see me
Achieving all my wildest dreaming
And all my mama wishes
They be safe in your hands
Kudala bendileqa
Bend' bambhe nangeyeza
Nd'bambha nd'phinda nd'yeka
Smile on my face then
Laugh on my back
Nd'qale from rock bottom and they Never had no faith in me
Nday' nika konke okwami, laqin' ukholo lwami
Ndathandaza ndazabalaza Ndanyakaza kwahlangana
Wathi umama ubothandaza
Uk'themb' umuntu ungaze mntanam
Bafun' utshabe mntanam
Umhlab' yahlaba uzuqave mntanam
Nd'qale nd'ngena lutho they still Hated on me
Yeah
After all the pain I've been through They still plottin' on me
Izitha zam
Wathi umama ubothandaza
Apho uyakhona
Wath' umama uzuthandaze Mntanam
Apho uyakhona
Wathi umama ubothandaza Mntanam
Uk'themb' umuntu ungaze mntanam
Bafun' utshabe mntanam
Umhlab' yahlaba uzuqave mntanam
Written by:
Mzukona Wedu
Publisher:
Lyrics © O/B/O DistroKid
Lyrics powered by Lyric Find