Joyous Celebration - Vuso Wakho

O Baba vus'owakho, vus'owakho Baba (Vus'owakho umsebenzi)
Umsebenzi (Libatshazw'igama lakho)

O thel’uMoya Oyingcwele (Thel’uMoya Oyingcwele)
Phezu kwabantwana bakho (Phezu kwabantwana bakho)
Vus'owakho Baba, vus'owakho Baba (Vus'owakho umsebenzi)
Vus'owakho Baba (Libatshazw 'igama lakho)

O thel’uMoya Oyingcwele (Thel’uMoya Oyingcwele)
Phezu kwabantwana bakho (Phezu kwabantwana bakho)
Vus'owakho Baba, vus'owakho Baba (Vus'owakho umsebenzi)
Vus'owakho Baba (Libatshazw'igama lakho)

O Baba vus'owakho umsebenzi
O libatshazwi
O Jehova vus'owakho, owakh'umsebenzi
Baba libatshazw'igama
Baba libatshazw'igama

O thel’uMoya Oyingcwele (Thel’uMoya Oyingcwele)
Phezu kwabantwana bakho (Phezu kwabantwana bakho)
Vus'owakho Baba, vus'owakho Baba (Vus'owakho umsebenzi)
Vus'owakho Baba (Libatshazw'igama lakho)

O thel’ uMoya oyingcwele (Thel’uMoya Oyingcwele)
Phezu kwabantwana bakho (Phezu kwabantwana bakho)
Vus'owakho, haye (Vus'owakho umsebenzi)
Haye (Libatshazw'igama lakho)

Written by:
HLONGWANE, Traditional, Goodman Hlongwane

Publisher:
Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC

Lyrics powered by Lyric Find