Letta Mbulu - Wacha

Watsha, watsha, watsha (Watsha)
Watsha, watsha, watsha (Watsha)
Watsha, watsha ngumlilo (Watsha)
Bhasobha mntwana (Watsha)

Watsha, watsha, watsha (Watsha)
Watsha, watsha, watsha (Watsha)
Watsha, watsha ngumlilo (Watsha)
Bhasobha mntwana (Watsha)

Watsha baleka
Tyhini mntwana
Watsha
Baleka mntwana

Watsha baleka
Tyhini mntwana
Watsha
Baleka mntwana

Baleka, baleka wena hamba mntwanami
Baleka uyatsha

Baleka, baleka mntwana
Baleka uyatsha

Watsha, watsha, watsha (Watsha)
Watsha, watsha, watsha (Watsha)
Watsha, watsha ngumlilo (Watsha)
Bhasobha mntwana (Watsha)

Watsha, watsha, watsha (Watsha)
Watsha, watsha, watsha (Watsha)
Watsha, watsha ngumlilo (Watsha)
Bhasobha mntwana (Watsha)

Watsha baleka
Tyhini mntwana
Watsha
Baleka mntwana

Watsha baleka
Tyhini mntwana
Watsha
Baleka mntwana

Baleka, baleka wena hamba mntwanami
Baleka uyatsha

Baleka, baleka wena hamba mntwanami
Baleka uyatsha

Baleka, baleka, baleka, baleka
Baleka uyatsha

Baleka, baleka, baleka, baleka
Baleka tyhini mama uyatsha

Baleka, baleka, baleka, baleka
Baleka uyatsha

Baleka, baleka, baleka, baleka

Written by:

Publisher:
Lyrics © GOPAM ENTERPRISES INC

Lyrics powered by Lyric Find

Letta Mbulu

Letta Mbulu

View Profile